Duteronomi 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Phulaphula, Sirayeli: UYehova uThixo wethu nguYehova mnye.+ 1 Kumkani 18:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Bakukubona oko abantu bonke, ngoko nangoko bawa ngobuso+ baza bathi: “UYehova nguTHIXO oyinyaniso! UYehova nguTHIXO oyinyaniso!” 2 Kumkani 19:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku, khawuncede usisindise+ Yehova Thixo wethu,+ esandleni sakhe, ukuze zonke izikumkani zomhlaba zazi ukuba wena Yehova nguwe wedwa uThixo.”+ Yeremiya 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa uYehova enyanisweni nguThixo.+ UnguTHIXO ophilayo+ noKumkani ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uya kunyikima,+ kwaye akukho zintlanga ziya kuma ngaphantsi kwesiqalekiso sakhe.+
39 Bakukubona oko abantu bonke, ngoko nangoko bawa ngobuso+ baza bathi: “UYehova nguTHIXO oyinyaniso! UYehova nguTHIXO oyinyaniso!”
19 Ke kaloku, khawuncede usisindise+ Yehova Thixo wethu,+ esandleni sakhe, ukuze zonke izikumkani zomhlaba zazi ukuba wena Yehova nguwe wedwa uThixo.”+
10 Kodwa uYehova enyanisweni nguThixo.+ UnguTHIXO ophilayo+ noKumkani ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uya kunyikima,+ kwaye akukho zintlanga ziya kuma ngaphantsi kwesiqalekiso sakhe.+