Eksodus 32:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Noko ke, wathi uYehova kuMoses: “Ubani osukuba onile kum, ndiya kucima yena encwadini yam.+ Numeri 5:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “‘Umbingeleli umele azibhale ezi ziqalekiso encwadini+ aze azisulele+ emanzini akrakra. Duteronomi 25:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kothi ekukuphumzeni kukaYehova uThixo wakho ezintshabeni zakho zonke ezikujikelezileyo ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho ukuba ulihluthe njengelifa,+ umsuse uAmaleki angabi saphinda akhankanywe phantsi kwamazulu.+ Uze ungalibali. Duteronomi 29:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 angavumi uYehova ukumxolela,+ usuke uvuthe umsindo kaYehova+ nekhwele lakhe+ kuloo mntu,+ simehlele ngokuqinisekileyo sonke isifungo esibhaliweyo kule ncwadi,+ alicime ngenene uYehova igama lakhe phantsi kwamazulu. IMizekeliso 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ukukhunjulwa kwelungisa kuyintsikelelo,+ kodwa igama labakhohlakeleyo liya kubola.+
19 Kothi ekukuphumzeni kukaYehova uThixo wakho ezintshabeni zakho zonke ezikujikelezileyo ezweni elo akunika lona uYehova uThixo wakho ukuba ulihluthe njengelifa,+ umsuse uAmaleki angabi saphinda akhankanywe phantsi kwamazulu.+ Uze ungalibali.
20 angavumi uYehova ukumxolela,+ usuke uvuthe umsindo kaYehova+ nekhwele lakhe+ kuloo mntu,+ simehlele ngokuqinisekileyo sonke isifungo esibhaliweyo kule ncwadi,+ alicime ngenene uYehova igama lakhe phantsi kwamazulu.