ISityhilelo 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Aba ngabo bangazange bazenze nqambi ngabafazi;+ enyanisweni, banyulu.+ Aba ngabo bahlala beyilandela iMvana kungakhathaliseki apho iya khona.+ Aba bathengwa+ phakathi koluntu njengeentlahlela+ kuThixo nakuyo iMvana,
4 Aba ngabo bangazange bazenze nqambi ngabafazi;+ enyanisweni, banyulu.+ Aba ngabo bahlala beyilandela iMvana kungakhathaliseki apho iya khona.+ Aba bathengwa+ phakathi koluntu njengeentlahlela+ kuThixo nakuyo iMvana,