Mateyu 24:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Kuba kanye njengokuba yayinjalo imihla kaNowa,+ buya kuba njalo ubukho boNyana womntu.+ Mateyu 25:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Xa uNyana womntu+ efika esebuqaqawulini bakhe, nazo zonke iingelosi zikunye naye,+ uya kwandula ke ahlale phantsi kwitrone yakhe yobuqaqawuli.+ ISityhilelo 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye khangela! ndabona nalo ihashe+ elimhlophe; lowo wayehleli+ phezu kwalo wayenesaphetha;+ yaye wanikwa isithsaba,+ waza waphuma esoyisa+ nokuze akuphelelise ukoyisa kwakhe.+ ISityhilelo 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndabona izulu livulekile, yaye khangela! nalo ihashe elimhlophe.+ Lowo wayehleli kulo ubizwa ngokuba nguThembekile,+ nguNyaniso,+ yaye ugweba aze enze imfazwe ngobulungisa.+
31 “Xa uNyana womntu+ efika esebuqaqawulini bakhe, nazo zonke iingelosi zikunye naye,+ uya kwandula ke ahlale phantsi kwitrone yakhe yobuqaqawuli.+
2 Yaye khangela! ndabona nalo ihashe+ elimhlophe; lowo wayehleli+ phezu kwalo wayenesaphetha;+ yaye wanikwa isithsaba,+ waza waphuma esoyisa+ nokuze akuphelelise ukoyisa kwakhe.+
11 Ndabona izulu livulekile, yaye khangela! nalo ihashe elimhlophe.+ Lowo wayehleli kulo ubizwa ngokuba nguThembekile,+ nguNyaniso,+ yaye ugweba aze enze imfazwe ngobulungisa.+