Duteronomi 28:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+ Yeremiya 11:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 uthi kubo, ‘Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi: “Uqalekisiwe umntu ongawaphulaphuliyo amazwi alo mnqophiso,+
15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+
3 uthi kubo, ‘Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi: “Uqalekisiwe umntu ongawaphulaphuliyo amazwi alo mnqophiso,+