1 Korinte 11:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Noko ke, xa sigwetywa,+ siyaqeqeshwa nguYehova,+ ukuze singagwetyelwa+ isohlwayo kunye nehlabathi.+ Hebhere 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Nangona wayenguNyana, wafunda ukuthobeka ngeembandezelo awazifumanayo;+ Hebhere 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba kangangemihla embalwa babesiqeqesha ngokoko kwakubonakala kulungile kubo,+ kodwa yena wenjenjalo ngenxa yengenelo yethu ukuze sibe nenxaxheba kubungcwele bakhe.+
32 Noko ke, xa sigwetywa,+ siyaqeqeshwa nguYehova,+ ukuze singagwetyelwa+ isohlwayo kunye nehlabathi.+
10 Kuba kangangemihla embalwa babesiqeqesha ngokoko kwakubonakala kulungile kubo,+ kodwa yena wenjenjalo ngenxa yengenelo yethu ukuze sibe nenxaxheba kubungcwele bakhe.+