1 Kumkani 8:58 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 ukuze intliziyo yethu+ ityekele kuye ukuba sihambe ezindleleni zakhe zonke+ size sigcine imiyalelo yakhe+ nemimiselo yakhe+ nezigwebo zakhe,+ awazinikela njengomyalelo kookhokho bethu. 2 Kronike 19:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Noko ke, kukho izinto ezilungileyo+ ezifunyenweyo kuwe, ngenxa yokuba uye wazitshayela izibonda ezingcwele elizweni+ yaye wayilungisa intliziyo yakho ukuba ufune uTHIXO oyinyaniso.”+ INdumiso 105:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Ukuze bagcine imimiselo yakhe+Bayibambe imithetho yakhe.+Dumisani uYa!+
58 ukuze intliziyo yethu+ ityekele kuye ukuba sihambe ezindleleni zakhe zonke+ size sigcine imiyalelo yakhe+ nemimiselo yakhe+ nezigwebo zakhe,+ awazinikela njengomyalelo kookhokho bethu.
3 Noko ke, kukho izinto ezilungileyo+ ezifunyenweyo kuwe, ngenxa yokuba uye wazitshayela izibonda ezingcwele elizweni+ yaye wayilungisa intliziyo yakho ukuba ufune uTHIXO oyinyaniso.”+