INdumiso 73:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba, khangela! abo badedela kude nawe baya kutshabalala.+Ngokuqinisekileyo uya kuthulisa bonke abo bakushiya ngokuziphatha okubi.+ IMizekeliso 15:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 UYehova ukude nabangendawo,+ kodwa umthandazo wamalungisa uyawuva.+
27 Kuba, khangela! abo badedela kude nawe baya kutshabalala.+Ngokuqinisekileyo uya kuthulisa bonke abo bakushiya ngokuziphatha okubi.+