INdumiso 11:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 UYehova uhlolisisa lowo ulilungisa kwanalowo ungendawo,+Yaye umphefumlo Wakhe umthiyile ngokuqinisekileyo nabani na othanda ugonyamelo.+ INdumiso 139:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ukuhamba kwam nokulala kwam ndinabile ukulinganisile,+Kwaye uye waqhelana nazo zonke iindlela zam.+ IMizekeliso 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba iindlela zomntu ziphambi kwamehlo kaYehova,+ yaye uyayondela yonke imikhondo yakhe.+ IMizekeliso 15:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 IShiyol nendawo yentshabalalo+ ziphambi koYehova.+ Kukangakanani na ke ngeentliziyo zoonyana boluntu!+ Hebhere 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+
5 UYehova uhlolisisa lowo ulilungisa kwanalowo ungendawo,+Yaye umphefumlo Wakhe umthiyile ngokuqinisekileyo nabani na othanda ugonyamelo.+
3 Ukuhamba kwam nokulala kwam ndinabile ukulinganisile,+Kwaye uye waqhelana nazo zonke iindlela zam.+
11 IShiyol nendawo yentshabalalo+ ziphambi koYehova.+ Kukangakanani na ke ngeentliziyo zoonyana boluntu!+
13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+