Ezra 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndahlabela mgama ndathi:+ “Owu Thixo wam, ndiziva ndineentloni+ ukuphakamisela ubuso bam kuwe, Thixo wam, kuba iziphoso zethu+ zandile phezu kwentloko yethu nokuba netyala kwethu kuye kwaba kukhulu kwafikelela nasemazulwini.+ Nehemiya 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye imbewu kaSirayeli yazahlula+ kubo bonke abasemzini,+ yaza yema yenza uvumo+ lwezono+ zayo neziphoso zooyise.+ INdumiso 38:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba iziphoso zam zidlule phezu kwentloko yam;+Njengomthwalo onzima zinzima kakhulu kum.+ INdumiso 41:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke mna, ndathi: “Owu Yehova, ndibabale.+Wuphilise umphefumlo wam, kuba ndonile kuwe.”+ INdumiso 51:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndone kuwe, kuwe wedwa,+Ndenze okubi emehlweni akho,+Ukuze uzingqine ulilungisa xa uthetha,+Ukuze ube msulwa xa ugweba.+ Roma 3:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kuba bonke bonile+ baza basilela kuzuko lukaThixo,+
6 Ndahlabela mgama ndathi:+ “Owu Thixo wam, ndiziva ndineentloni+ ukuphakamisela ubuso bam kuwe, Thixo wam, kuba iziphoso zethu+ zandile phezu kwentloko yethu nokuba netyala kwethu kuye kwaba kukhulu kwafikelela nasemazulwini.+
2 Kwaye imbewu kaSirayeli yazahlula+ kubo bonke abasemzini,+ yaza yema yenza uvumo+ lwezono+ zayo neziphoso zooyise.+
4 Ndone kuwe, kuwe wedwa,+Ndenze okubi emehlweni akho,+Ukuze uzingqine ulilungisa xa uthetha,+Ukuze ube msulwa xa ugweba.+