1 Kumkani 8:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 ukuze bakoyike+ yonke imihla yokuphila kwabo phezu komhlaba owawunika ookhokho bethu.+ INdumiso 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Mkhonzeni uYehova ngokoyika+Nivuye ngokungcangcazela.+ Yeremiya 33:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngokuqinisekileyo kum siya kuba ligama lokugcoba,+ indumiso nobuhle kwiintlanga zonke zomhlaba eziya kuva ngako konke ukulunga endibenzela kona.+ Yaye ngokuqinisekileyo ziya kunkwantya,+ ziphazamiseke+ ngenxa yokulunga konke nangenxa yoxolo lonke endisenzela lona.’”+ IZenzo 9:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko, eneneni, ibandla+ kulo lonke elakwaYuda naseGalili naseSamariya laba noxolo, lisakheka; yaye njengoko lalihamba ekoyikeni uYehova+ nakwintuthuzelo yomoya oyingcwele+ laqhubeka lisanda.
9 Ngokuqinisekileyo kum siya kuba ligama lokugcoba,+ indumiso nobuhle kwiintlanga zonke zomhlaba eziya kuva ngako konke ukulunga endibenzela kona.+ Yaye ngokuqinisekileyo ziya kunkwantya,+ ziphazamiseke+ ngenxa yokulunga konke nangenxa yoxolo lonke endisenzela lona.’”+
31 Ngoko, eneneni, ibandla+ kulo lonke elakwaYuda naseGalili naseSamariya laba noxolo, lisakheka; yaye njengoko lalihamba ekoyikeni uYehova+ nakwintuthuzelo yomoya oyingcwele+ laqhubeka lisanda.