1 Samuweli 18:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Baza abakhonzi bakaSawule bawathetha la mazwi ezindlebeni zikaDavide, kodwa uDavide wathi: “Kuyinto elula na emehlweni enu ukwendiselana nokumkani, ngoxa mna ndiyindoda esweleyo+ nejongelwe phantsi?”+ INdumiso 138:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba uYehova uphakamile, ukanti uyambona othobekileyo;+Kodwa ophakamileyo umazela mgama kuphela.+ IMizekeliso 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngamehlo aziphakamisayo,+ lulwimi oluxokayo,+ nezandla eziphalaza igazi elimsulwa,+
23 Baza abakhonzi bakaSawule bawathetha la mazwi ezindlebeni zikaDavide, kodwa uDavide wathi: “Kuyinto elula na emehlweni enu ukwendiselana nokumkani, ngoxa mna ndiyindoda esweleyo+ nejongelwe phantsi?”+