2 Samuweli 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 wandula ke ukumkani wathi kuNatan+ umprofeti: “Yabona, ke, ndihlala endlwini yemisedare+ ngoxa ityeya kaTHIXO oyinyaniso ihlala phakathi kwamalaphu entente.”+ 1 Kronike 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko uDavide wamhlanganisela eYerusalem+ wonke uSirayeli ukuba azise ityeya+ kaYehova endaweni yayo awayeyilungiselele yona. 1 Kronike 15:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Waza wahlabela mgama wathi kubo: “Niziintloko+ zooyise babaLevi. Zingcwaliseni,+ nina nabazalwana benu, nize ninyuse ityeya kaYehova uTHIXO kaSirayeli ize kwindawo endiyilungiselele yona. IZenzo 7:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Wakholeka+ emehlweni kaThixo waza wacela ilungelo lokulungiselela+ uTHIXO kaYakobi indawo yokuhlala.
2 wandula ke ukumkani wathi kuNatan+ umprofeti: “Yabona, ke, ndihlala endlwini yemisedare+ ngoxa ityeya kaTHIXO oyinyaniso ihlala phakathi kwamalaphu entente.”+
3 Ngoko uDavide wamhlanganisela eYerusalem+ wonke uSirayeli ukuba azise ityeya+ kaYehova endaweni yayo awayeyilungiselele yona.
12 Waza wahlabela mgama wathi kubo: “Niziintloko+ zooyise babaLevi. Zingcwaliseni,+ nina nabazalwana benu, nize ninyuse ityeya kaYehova uTHIXO kaSirayeli ize kwindawo endiyilungiselele yona.
46 Wakholeka+ emehlweni kaThixo waza wacela ilungelo lokulungiselela+ uTHIXO kaYakobi indawo yokuhlala.