Luka 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ngokoqheliselo lwesithethe lwesikhundla sobubingeleli yaba lithuba lakhe ukuba anikele isiqhumiso+ akungena engcweleni kaYehova;+ ISityhilelo 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yathi yakuwuthabatha umsongo, izidalwa eziphilayo ezine nabadala+ abangamashumi amabini anesine bawa phantsi phambi kweMvana, ngamnye enohadi+ nezitya zegolide ezazizele ziziqhumiso, kwaye iziqhumiso+ zithetha imithandazo+ yabo bangcwele. ISityhilelo 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwafika enye ingelosi yaza yema esibingelelweni,+ inesitya sesiqhumiso segolide; yanikwa isiqhumiso+ esininzi ukuba isinikele kunye nemithandazo yabo bonke abo bangcwele phezu kwesibingelelo segolide esasiphambi kwetrone.
9 ngokoqheliselo lwesithethe lwesikhundla sobubingeleli yaba lithuba lakhe ukuba anikele isiqhumiso+ akungena engcweleni kaYehova;+
8 Yathi yakuwuthabatha umsongo, izidalwa eziphilayo ezine nabadala+ abangamashumi amabini anesine bawa phantsi phambi kweMvana, ngamnye enohadi+ nezitya zegolide ezazizele ziziqhumiso, kwaye iziqhumiso+ zithetha imithandazo+ yabo bangcwele.
3 Kwafika enye ingelosi yaza yema esibingelelweni,+ inesitya sesiqhumiso segolide; yanikwa isiqhumiso+ esininzi ukuba isinikele kunye nemithandazo yabo bonke abo bangcwele phezu kwesibingelelo segolide esasiphambi kwetrone.