Eksodus 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wawathetha ke uThixo onke la mazwi, wathi:+ Duteronomi 33:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke bona abantu bakhe wayebanonophela;+Bonke abangcwele babo basesandleni sakho.+Bahlala ezinyaweni zakho;+Baqala ukwamkela amanye amazwi akho.+ INdumiso 78:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Waza wavelisa isikhumbuzo kwaYakobi,+Wabeka umthetho kwaSirayeli,+Izinto awaziyalela ookhokho bethu,+Ukuze zaziwe ngoonyana babo;+ INdumiso 103:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wazazisa iindlela zakhe kuMoses,+Izenzo zakhe koonyana bakaSirayeli.+ Roma 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 abangamaSirayeli bona,+ ekukokwabo ukwenziwa oonyana+ nokunikwa uzuko+ neminqophiso+ noMthetho+ nenkonzo engcwele+ nezithembiso;+
3 Ke bona abantu bakhe wayebanonophela;+Bonke abangcwele babo basesandleni sakho.+Bahlala ezinyaweni zakho;+Baqala ukwamkela amanye amazwi akho.+
5 Waza wavelisa isikhumbuzo kwaYakobi,+Wabeka umthetho kwaSirayeli,+Izinto awaziyalela ookhokho bethu,+Ukuze zaziwe ngoonyana babo;+ INdumiso 103:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wazazisa iindlela zakhe kuMoses,+Izenzo zakhe koonyana bakaSirayeli.+ Roma 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 abangamaSirayeli bona,+ ekukokwabo ukwenziwa oonyana+ nokunikwa uzuko+ neminqophiso+ noMthetho+ nenkonzo engcwele+ nezithembiso;+
4 abangamaSirayeli bona,+ ekukokwabo ukwenziwa oonyana+ nokunikwa uzuko+ neminqophiso+ noMthetho+ nenkonzo engcwele+ nezithembiso;+