Duteronomi 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yabona, ndinifundise imimiselo+ nezigwebo,+ kanye njengoko ndayalelwayo nguYehova uThixo wam, ukuze nenze ngaloo ndlela phakathi kwelizwe eniya kulo ukuba nilidle ilifa. Duteronomi 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Nguwo lo umyalelo, imimiselo nezigwebo aziyaleleyo uYehova uThixo wenu ukuba nizifundiswe,+ nize nizenze ezweni elo niwelela kulo ukuba nilidle ilifa;
5 Yabona, ndinifundise imimiselo+ nezigwebo,+ kanye njengoko ndayalelwayo nguYehova uThixo wam, ukuze nenze ngaloo ndlela phakathi kwelizwe eniya kulo ukuba nilidle ilifa.
6 “Nguwo lo umyalelo, imimiselo nezigwebo aziyaleleyo uYehova uThixo wenu ukuba nizifundiswe,+ nize nizenze ezweni elo niwelela kulo ukuba nilidle ilifa;