Eksodus 15:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+ ABagwebi 11:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ekugqibeleni uYifeta weza eMizpa+ ekhayeni lakhe, kwaye, khangela! intombi yakhe yaphuma ize kumhlangabeza ibetha intambula yaye ingqungqa!+ Ke kaloku yayikuphela komntwana. Ngaphandle kwayo wayengenanyana nantombi. INdumiso 150:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Mdumiseni ngentambula+ nangokungqungqa nijikeleza.+Mdumiseni ngemirhubhe+ nogwali.+ Yeremiya 31:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Ngelo xesha intombi enyulu iya kuba nemihlali emngqungqweni, nabafana namadoda amadala, xa bebonke.+ Yaye ndiya kukutshintsha ukuzila kwabo kube kukugcoba, ndibathuthuzele ndize ndibenze babe nemihlali bangabi sentlungwini.+
20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+
34 Ekugqibeleni uYifeta weza eMizpa+ ekhayeni lakhe, kwaye, khangela! intombi yakhe yaphuma ize kumhlangabeza ibetha intambula yaye ingqungqa!+ Ke kaloku yayikuphela komntwana. Ngaphandle kwayo wayengenanyana nantombi.
13 “Ngelo xesha intombi enyulu iya kuba nemihlali emngqungqweni, nabafana namadoda amadala, xa bebonke.+ Yaye ndiya kukutshintsha ukuzila kwabo kube kukugcoba, ndibathuthuzele ndize ndibenze babe nemihlali bangabi sentlungwini.+