INdumiso 80:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 80 Owu Malusi kaSirayeli, beka indlebe,+Wena uqhuba uYosefu njengomhlambi.+Owu wena uhleli phezu kweekherubhi,+ qaqamba.+ Yeremiya 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Mna ndiya kuqokelela ndawonye intsalela yezimvu zam emazweni onke endandizisasazele kuwo,+ ndizibuyisele edlelweni lazo,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kuqhama zande.+ Hezekile 34:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngokwenyameko yalowo wondla umhlambi wakhe+ ngemini yokuba ephakathi kwezimvu zakhe ebezisasazeke ngokubanzi,+ leyo yindlela endiya kuzinyamekela ngayo izimvu zam; yaye ndiya kuzihlangula kuzo zonke iindawo ebezichithachitheke zaya kuyo ngemini yamafu nesithokothoko.+ 1 Petros 2:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kuba naninjengezimvu ezibhadulayo;+ kodwa ngoku nibuyele kumalusi+ nomveleli wemiphefumlo yenu.
80 Owu Malusi kaSirayeli, beka indlebe,+Wena uqhuba uYosefu njengomhlambi.+Owu wena uhleli phezu kweekherubhi,+ qaqamba.+
3 “Mna ndiya kuqokelela ndawonye intsalela yezimvu zam emazweni onke endandizisasazele kuwo,+ ndizibuyisele edlelweni lazo,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kuqhama zande.+
12 Ngokwenyameko yalowo wondla umhlambi wakhe+ ngemini yokuba ephakathi kwezimvu zakhe ebezisasazeke ngokubanzi,+ leyo yindlela endiya kuzinyamekela ngayo izimvu zam; yaye ndiya kuzihlangula kuzo zonke iindawo ebezichithachitheke zaya kuyo ngemini yamafu nesithokothoko.+