INdumiso 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngaba akukho namnye kwabo baqhelisela okwenzakalisayo onolwazi,+Badla abantu bam njengoko besidla isonka?+Abambizanga noYehova.+ INdumiso 22:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba ndingqongwe zizinja;+Indibano yabenzi bobubi indivingcele.+Injengengonyama ezandleni nasezinyaweni zam.+
4 Ngaba akukho namnye kwabo baqhelisela okwenzakalisayo onolwazi,+Badla abantu bam njengoko besidla isonka?+Abambizanga noYehova.+
16 Kuba ndingqongwe zizinja;+Indibano yabenzi bobubi indivingcele.+Injengengonyama ezandleni nasezinyaweni zam.+