10 Kuba ndeva ingxelo embi kwabaninzi.+ Kwakukho ukothuka macala onke. “Xelani, ukuze sibe nokuxela ngaye.”+ Wonk’ umntu ofayo othi kum “Luxolo!”—balinde ukujingxela kwam:+ “Mhlawumbi uya kuqhatheka,+ ukuze sibe nokumoyisa size siziphindezelele kuye.”