1 Samuweli 14:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 USawule ke wathi kuYehova: “Owu Thixo kaSirayeli, khawunikele iTumim!”+ Kwathatyathwa uSawule noYonatan, baza abantu bona baphuma.+ IZenzo 1:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yaye bathandaza baza bathi: “Owu Yehova, wena uzaziyo iintliziyo zabo bonke,+ yalatha ukuba yiyiphi kula madoda mabini oyinyulileyo,
41 USawule ke wathi kuYehova: “Owu Thixo kaSirayeli, khawunikele iTumim!”+ Kwathatyathwa uSawule noYonatan, baza abantu bona baphuma.+
24 Yaye bathandaza baza bathi: “Owu Yehova, wena uzaziyo iintliziyo zabo bonke,+ yalatha ukuba yiyiphi kula madoda mabini oyinyulileyo,