IMizekeliso 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ebuninzini bamazwi akusweleki kunxaxha,+ kodwa oyinqandayo imilebe yakhe wenza ngokunengqiqo.+ INtshumayeli 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye isidenge sithetha amazwi amaninzi.+ Umntu akakwazi okuya kwenzeka; noko kuya kuza emva kwakhe, ngubani na onokumxelela?+ Yakobi 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yazini oku, bazalwana bam abaziintanda. Wonke umntu umele akhawuleze ukuva, acothe ukuthetha,+ acothe ukuqumba;+
14 Yaye isidenge sithetha amazwi amaninzi.+ Umntu akakwazi okuya kwenzeka; noko kuya kuza emva kwakhe, ngubani na onokumxelela?+
19 Yazini oku, bazalwana bam abaziintanda. Wonke umntu umele akhawuleze ukuva, acothe ukuthetha,+ acothe ukuqumba;+