11 Khangelani! indlela enkulu ngayo inyameko okuyivelisileyo ukuba buhlungu kwenu ngendlela yobuthixo,+ kuba nitsho nazihlambulula, nacaphuka, nanoloyiko, nanolangazelelo, nanenzondelelo, nabulungisa ububi!+ Kuzo zonke iinkalo nizibonakalise ninyulu kulo mbandela.