INdumiso 64:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye bonke abantu basemhlabeni baya koyika;+Ibe baya kuxela umsebenzi kaThixo,+Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuyiqonda imisebenzi yakhe.+ Isaya 59:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye entshonalanga baya kuqalisa ukuloyika igama likaYehova,+ nasempumalanga uzuko lwakhe,+ kuba uya kufika njengomlambo obandezelayo, lowo uqhutywa nguwo kanye umoya kaYehova.+ Yeremiya 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngubani na ofanele angakoyiki,+ Kumkani weentlanga,+ kuba kukufanele oko; ngenxa yokuba phakathi kwezilumko zonke zeentlanga naphakathi kwezikumkani zazo zonke akukho namnye unjengawe.+ ISityhilelo 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+
9 Yaye bonke abantu basemhlabeni baya koyika;+Ibe baya kuxela umsebenzi kaThixo,+Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuyiqonda imisebenzi yakhe.+
19 Yaye entshonalanga baya kuqalisa ukuloyika igama likaYehova,+ nasempumalanga uzuko lwakhe,+ kuba uya kufika njengomlambo obandezelayo, lowo uqhutywa nguwo kanye umoya kaYehova.+
7 Ngubani na ofanele angakoyiki,+ Kumkani weentlanga,+ kuba kukufanele oko; ngenxa yokuba phakathi kwezilumko zonke zeentlanga naphakathi kwezikumkani zazo zonke akukho namnye unjengawe.+
4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+