Yobhi 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Oonyana bakhe banikwa imbeko, kodwa yena akakwazi oko;+Bayadelelwa, kodwa akabaqwalaseli. INtshumayeli 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba ngubani na okwaziyo okumlungeleyo umntu ebomini+ ngenani lemihla yobomi bakhe obulilize, xa eyichitha njengesithunzi?+ Kuba ngubani na onokumxelela umntu oko kuya kwenzeka emva kwakhe phantsi kwelanga?+ INtshumayeli 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye isidenge sithetha amazwi amaninzi.+ Umntu akakwazi okuya kwenzeka; noko kuya kuza emva kwakhe, ngubani na onokumxelela?+
12 Kuba ngubani na okwaziyo okumlungeleyo umntu ebomini+ ngenani lemihla yobomi bakhe obulilize, xa eyichitha njengesithunzi?+ Kuba ngubani na onokumxelela umntu oko kuya kwenzeka emva kwakhe phantsi kwelanga?+
14 Yaye isidenge sithetha amazwi amaninzi.+ Umntu akakwazi okuya kwenzeka; noko kuya kuza emva kwakhe, ngubani na onokumxelela?+