Yeremiya 8:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Izilumko zibe neentloni.+ Zinkwantyile kwaye ziya kubanjiswa. Khangela! Ziligatyile ilizwi likaYehova, zinabuphi na ke ubulumko?+ Yohane 9:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Wathi uYesu: “Ndizele lo mgwebo+ kweli hlabathi: ukuba abo bangaboniyo babone+ nabo babonayo babe ziimfama.”+ IZenzo 28:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 usithi, ‘Hamba uye kwesi sizwana uze uthi: “Ukuva, niya kuva kodwa ningaqondi; yaye, ukukhangela, niya kukhangela kodwa ningaboni.+ Roma 1:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yaye kanye njengoko babengakholiswa kukumgqala uThixo ngolwazi oluchanileyo,+ uThixo wabanikela kwimo yengqondo engakholekileyo,+ ukuze benze izinto ezingafanelekanga,+ 1 Korinte 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuba kubhaliwe kwathiwa: “Ndiza kubutshitshisa ubulumko babantu abazizilumko,+ ndiyiphuthise+ nengcinga yabantu abaziingqondi.”+
9 Izilumko zibe neentloni.+ Zinkwantyile kwaye ziya kubanjiswa. Khangela! Ziligatyile ilizwi likaYehova, zinabuphi na ke ubulumko?+
39 Wathi uYesu: “Ndizele lo mgwebo+ kweli hlabathi: ukuba abo bangaboniyo babone+ nabo babonayo babe ziimfama.”+
26 usithi, ‘Hamba uye kwesi sizwana uze uthi: “Ukuva, niya kuva kodwa ningaqondi; yaye, ukukhangela, niya kukhangela kodwa ningaboni.+
28 Yaye kanye njengoko babengakholiswa kukumgqala uThixo ngolwazi oluchanileyo,+ uThixo wabanikela kwimo yengqondo engakholekileyo,+ ukuze benze izinto ezingafanelekanga,+
19 Kuba kubhaliwe kwathiwa: “Ndiza kubutshitshisa ubulumko babantu abazizilumko,+ ndiyiphuthise+ nengcinga yabantu abaziingqondi.”+