Yobhi 24:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ke lona iliso lomkrexezi,+ lilinde ukutshona kwelanga,+Esithi, ‘Akukho liso liya kundibona!’+Yaye phezu kobuso bakhe ubeka isigqubuthelo. Hezekile 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Waza wathi kum: “Owu nyana womntu, ukubonile na oko bakwenzayo abakhulileyo bendlu kaSirayeli ebumnyameni,+ ngamnye kumagumbi angaphakathi emiboniso yakhe? Kuba bathi, ‘UYehova akasiboni.+ UYehova ulishiyile ilizwe.’” Yohane 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba lowo uqhelisela ububi+ ukuthiyile ukukhanya yaye akezi ekukhanyeni, ukuze imisebenzi yakhe ingohlwaywa.+ 1 Korinte 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko ke musani ukugweba+ nantoni na phambi kwexesha elililo, de ifike iNkosi,+ eya kuthi izise ekukhanyeni+ izinto ezifihlakeleyo zobumnyama ize iwabonakalise amacebo eentliziyo,+ uya kwandula ke ngamnye adunyiswe nguThixo.+
15 Ke lona iliso lomkrexezi,+ lilinde ukutshona kwelanga,+Esithi, ‘Akukho liso liya kundibona!’+Yaye phezu kobuso bakhe ubeka isigqubuthelo.
12 Waza wathi kum: “Owu nyana womntu, ukubonile na oko bakwenzayo abakhulileyo bendlu kaSirayeli ebumnyameni,+ ngamnye kumagumbi angaphakathi emiboniso yakhe? Kuba bathi, ‘UYehova akasiboni.+ UYehova ulishiyile ilizwe.’”
20 Kuba lowo uqhelisela ububi+ ukuthiyile ukukhanya yaye akezi ekukhanyeni, ukuze imisebenzi yakhe ingohlwaywa.+
5 Ngoko ke musani ukugweba+ nantoni na phambi kwexesha elililo, de ifike iNkosi,+ eya kuthi izise ekukhanyeni+ izinto ezifihlakeleyo zobumnyama ize iwabonakalise amacebo eentliziyo,+ uya kwandula ke ngamnye adunyiswe nguThixo.+