Numeri 27:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke yena uya kuma phambi koEleyazare umbingeleli, aze ambuzele+ ngokugweba kweUrim+ phambi koYehova. Baya kuphuma ngokomyalelo wakhe baze bangene ngokomyalelo wakhe, yena noonyana bonke bakaSirayeli ndawonye naye nendibano yonke.” 1 Kumkani 22:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa uYehoshafati wathi: “Usekho na umprofeti kaYehova apha? Ngoko masibuzise kuye.”+
21 Ke yena uya kuma phambi koEleyazare umbingeleli, aze ambuzele+ ngokugweba kweUrim+ phambi koYehova. Baya kuphuma ngokomyalelo wakhe baze bangene ngokomyalelo wakhe, yena noonyana bonke bakaSirayeli ndawonye naye nendibano yonke.”