Isaya 31:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+ Isaya 31:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Noko ke, amaYiputa ngabantu basemhlabeni,+ akangoThixo; namahashe awo yinyama,+ asingomoya. UYehova uya kusolula isandla sakhe, yaye lowo unikela uncedo uya kukhubeka,+ nalowo uncedwayo uya kuwa, kwaye kwangaxeshanye bonke baya kuphela.
31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+
3 Noko ke, amaYiputa ngabantu basemhlabeni,+ akangoThixo; namahashe awo yinyama,+ asingomoya. UYehova uya kusolula isandla sakhe, yaye lowo unikela uncedo uya kukhubeka,+ nalowo uncedwayo uya kuwa, kwaye kwangaxeshanye bonke baya kuphela.