Nehemiya 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku iinkosana+ zabantu zazihlala eYerusalem;+ kodwa ke abanye abantu, babesenza amaqashiso+ ukuze bangenise abe mnye kwabalishumi ukuba aye kuhlala eYerusalem isixeko esingcwele,+ nesithoba senye inxalenye kwezinye izixeko. Isaya 44:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Lowo uthi kuKoreshi,+ ‘Ngumalusi wam, yaye konke oko ndiyoliswa kuko uya kukuphumeza ngokupheleleyo’;+ athi ngeYerusalem, ‘Iya kubuya yakhiwe,’ nangetempile, ‘Siya kubekwa isiseko sakho.’”+
11 Ke kaloku iinkosana+ zabantu zazihlala eYerusalem;+ kodwa ke abanye abantu, babesenza amaqashiso+ ukuze bangenise abe mnye kwabalishumi ukuba aye kuhlala eYerusalem isixeko esingcwele,+ nesithoba senye inxalenye kwezinye izixeko.
28 Lowo uthi kuKoreshi,+ ‘Ngumalusi wam, yaye konke oko ndiyoliswa kuko uya kukuphumeza ngokupheleleyo’;+ athi ngeYerusalem, ‘Iya kubuya yakhiwe,’ nangetempile, ‘Siya kubekwa isiseko sakho.’”+