Duteronomi 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa lona ilizwe eniwelela kulo ukuba nilidle ilifa lilizwe leentaba namathafa asentlanjeni.+ Lisela amanzi emvula yasemazulwini; INdumiso 65:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Uyiphethulele emhlabeni ingqalelo yakho, ukuze uwunike intabalala;+Uwutyebisa kakhulu.Umsinga ovela kuThixo uzele ngamanzi.+Ulungisa ukudla kwabo okuziinkozo,+Kuba leyo yindlela owulungisa ngayo umhlaba.+ INdumiso 104:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Unkcenkceshela iintaba emagumbini akhe aphezulu.+Umhlaba waneliswa sisiqhamo semisebenzi yakho.+ Zekariya 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Celani imvula+ kuYehova ngexesha lemvula yasentwasahlobo,+ kuYehova kanye owenza amafu esiphango,+ nobanika imvula,+ ngamnye utyani emhlabeni wakhe.+
11 Kodwa lona ilizwe eniwelela kulo ukuba nilidle ilifa lilizwe leentaba namathafa asentlanjeni.+ Lisela amanzi emvula yasemazulwini;
9 Uyiphethulele emhlabeni ingqalelo yakho, ukuze uwunike intabalala;+Uwutyebisa kakhulu.Umsinga ovela kuThixo uzele ngamanzi.+Ulungisa ukudla kwabo okuziinkozo,+Kuba leyo yindlela owulungisa ngayo umhlaba.+
10 “Celani imvula+ kuYehova ngexesha lemvula yasentwasahlobo,+ kuYehova kanye owenza amafu esiphango,+ nobanika imvula,+ ngamnye utyani emhlabeni wakhe.+