Isaya 51:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Phulaphulani kum, nina nibaziyo ubulungisa, abantu osentliziyweni yabo umthetho wam.+ Musani ukuloyika ungcikivo lwabantu abafayo, yaye musani ukungenwa lunkwantyo ngenxa nje yamazwi abo okutshabhisa.+ Yohane 12:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Musa ukuba noloyiko, ntombi yaseZiyon. Khangela! Ukumkani wakho uyeza,+ ehleli phezu kwenkonyana le-esile.”+ Filipi 1:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 yaye ningothuswa ngabo bamelene nani.+ Oku kububungqina bentshabalalo kubo, kodwa obosindiso kuni;+ yaye nguThixo omisele ukuba kube njalo, 1 Petros 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa kwanokuba niyabandezeleka ngenxa yobulungisa, ninoyolo.+ Noko ke, into eyoyikwayo ngabo musani ukuyoyika,+ ningaphazamiseki nokuphazamiseka.+
7 “Phulaphulani kum, nina nibaziyo ubulungisa, abantu osentliziyweni yabo umthetho wam.+ Musani ukuloyika ungcikivo lwabantu abafayo, yaye musani ukungenwa lunkwantyo ngenxa nje yamazwi abo okutshabhisa.+
15 “Musa ukuba noloyiko, ntombi yaseZiyon. Khangela! Ukumkani wakho uyeza,+ ehleli phezu kwenkonyana le-esile.”+
28 yaye ningothuswa ngabo bamelene nani.+ Oku kububungqina bentshabalalo kubo, kodwa obosindiso kuni;+ yaye nguThixo omisele ukuba kube njalo,
14 Kodwa kwanokuba niyabandezeleka ngenxa yobulungisa, ninoyolo.+ Noko ke, into eyoyikwayo ngabo musani ukuyoyika,+ ningaphazamiseki nokuphazamiseka.+