Isaya 44:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Utsho uYehova, uKumkani kaSirayeli+ noMhlawuleli wakhe,+ uYehova wemikhosi, ukuthi, ‘Ndingowokuqala, ndikwangowokugqibela,+ yaye akukho Thixo ngaphandle kwam.+ Isaya 46:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Khumbulani izinto zakuqala zexesha lakudala,+ ukuba ndinguLowo Ungokobuthixo+ yaye akakho omnye uThixo,+ okanye nabani na onjengam;+ Yeremiya 16:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Umntu wasemhlabeni unokuzenzela na oothixo xa bengengabo oothixo?+
6 “Utsho uYehova, uKumkani kaSirayeli+ noMhlawuleli wakhe,+ uYehova wemikhosi, ukuthi, ‘Ndingowokuqala, ndikwangowokugqibela,+ yaye akukho Thixo ngaphandle kwam.+
9 Khumbulani izinto zakuqala zexesha lakudala,+ ukuba ndinguLowo Ungokobuthixo+ yaye akakho omnye uThixo,+ okanye nabani na onjengam;+