Eksodus 14:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Bona oonyana bakaSirayeli, bahamba emhlabeni owomileyo phakathi kwintsele yolwandle,+ asuka amanzi aba ludonga ngasekunene kwabo nangasekhohlo kwabo.+ Yoshuwa 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 naxa abathwali beTyeya befikelela eYordan neenyawo zababingeleli abathwele iTyeya zithe nkxu enyeleni yamanzi (ngoku udonga lweYordan luyaphuphuma+ lonke ngazo zonke iintsuku zesivuno), INdumiso 66:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ukhwelise umntu ofayo ezintlokweni zethu;+Sidlule emlilweni nasemanzini,+Waza wasikhulula.+ Hebhere 11:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngokholo badlula kuLwandle Olubomvu ngokungathi kukumhlaba owomileyo,+ kodwa wona amaYiputa xa alinga ukwenjenjalo aginywa.+
29 Bona oonyana bakaSirayeli, bahamba emhlabeni owomileyo phakathi kwintsele yolwandle,+ asuka amanzi aba ludonga ngasekunene kwabo nangasekhohlo kwabo.+
15 naxa abathwali beTyeya befikelela eYordan neenyawo zababingeleli abathwele iTyeya zithe nkxu enyeleni yamanzi (ngoku udonga lweYordan luyaphuphuma+ lonke ngazo zonke iintsuku zesivuno),
29 Ngokholo badlula kuLwandle Olubomvu ngokungathi kukumhlaba owomileyo,+ kodwa wona amaYiputa xa alinga ukwenjenjalo aginywa.+