2 “Ngubani na ovuse uthile empumalanga?+ Ngubani na othe ngobulungisa bakhe wammisa ezinyaweni Zakhe, ukuze azinikele kuye iintlanga, amenze oyise ookumkani?+ Ngubani na owaqhubeka ezinikela ekreleni lakhe njengothuli, ukuze ziphetshethwe ngesaphetha sakhe njengeendiza?+