Isaya 46:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bamthwala emagxeni,+ bamfunqule baze bambeke endaweni yakhe ukuze eme ngxi. Kuloo ndawo ami kuyo akasuki.+ Umntu udanduluka kuye, kodwa akaphenduli; akamsindisi ekubandezelekeni kwakhe.+ 2 Timoti 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 baya kuyifulathela inyaniso, baphambukele kumabali obuxoki.+ Hebhere 13:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Musani ukuthabatheka ziimfundiso ezahlukahlukeneyo nezingaqhelekanga;+ kuba kuhle ukuba intliziyo inikwe ukuqina ngobubele obungasifanelanga,+ kungekhona ngezinto ezityiwayo,+ abathe abo bazixakekisa ngazo abangenelwa.
7 Bamthwala emagxeni,+ bamfunqule baze bambeke endaweni yakhe ukuze eme ngxi. Kuloo ndawo ami kuyo akasuki.+ Umntu udanduluka kuye, kodwa akaphenduli; akamsindisi ekubandezelekeni kwakhe.+
9 Musani ukuthabatheka ziimfundiso ezahlukahlukeneyo nezingaqhelekanga;+ kuba kuhle ukuba intliziyo inikwe ukuqina ngobubele obungasifanelanga,+ kungekhona ngezinto ezityiwayo,+ abathe abo bazixakekisa ngazo abangenelwa.