INdumiso 18:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Uya kundisindisa ekuhlatyweni amadlala ngabantu.+Uya kundimisela ndibe yintloko yeentlanga.+Isizwana endingasazanga—siya kundikhonza.+ Isaya 56:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Itsho iNkosi enguMongami uYehova, oqokelela ndawonye abo basasazekileyo bakwaSirayeli:+ “Ndiya kubaqokelela ndawonye kuye abanye ngaphandle kwabo bakhe abasele beqokelelene ndawonye.”+ IZenzo 15:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 USimiyon+ ubalise ngokucokisekileyo indlela uThixo okwesihlandlo sokuqala awayiphethulela ngayo ingqalelo yakhe ezintlangeni ukuba kuzo athabathe isizwana segama lakhe.+ Roma 11:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Noko ke, ukuba athile kumasebe aye aphulwa kodwa wena, nangona ungumnquma wasendle, wamiliselwa phakathi kwawo+ waza waba nesabelo kwingcambu yomnquma+ etyebileyo,+ Efese 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko ke hlalani nikhumbula ukuba ngaphambili naningabantu beentlanga ngokwasenyameni;+ kwakusithiwa “ningabangalukanga” ngabo “bolwaluko” olwenziwa enyameni ngezandla+— ISityhilelo 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Sasidanduluka ngelizwi elikhulu, sisithi: “Usindiso silufumene kuThixo+ wethu, ohleli etroneni,+ nakuyo iMvana.”+
43 Uya kundisindisa ekuhlatyweni amadlala ngabantu.+Uya kundimisela ndibe yintloko yeentlanga.+Isizwana endingasazanga—siya kundikhonza.+
8 Itsho iNkosi enguMongami uYehova, oqokelela ndawonye abo basasazekileyo bakwaSirayeli:+ “Ndiya kubaqokelela ndawonye kuye abanye ngaphandle kwabo bakhe abasele beqokelelene ndawonye.”+
14 USimiyon+ ubalise ngokucokisekileyo indlela uThixo okwesihlandlo sokuqala awayiphethulela ngayo ingqalelo yakhe ezintlangeni ukuba kuzo athabathe isizwana segama lakhe.+
17 Noko ke, ukuba athile kumasebe aye aphulwa kodwa wena, nangona ungumnquma wasendle, wamiliselwa phakathi kwawo+ waza waba nesabelo kwingcambu yomnquma+ etyebileyo,+
11 Ngoko ke hlalani nikhumbula ukuba ngaphambili naningabantu beentlanga ngokwasenyameni;+ kwakusithiwa “ningabangalukanga” ngabo “bolwaluko” olwenziwa enyameni ngezandla+—
10 Sasidanduluka ngelizwi elikhulu, sisithi: “Usindiso silufumene kuThixo+ wethu, ohleli etroneni,+ nakuyo iMvana.”+