Mateyu 11:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngelo xesha uYesu wathi: “Ndiyakudumisa esidlangalaleni, Bawo, Nkosi yezulu nomhlaba, ngenxa yokuba uzifihlile ezi zinto kwizilumko nakwiingqondi, wazityhilela iintsana.+ 1 Petros 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwatyhilwa kubo ukuba, babengazilungiseleli bona ziqu,+ kodwa babelungiselela nina, izinto eziye ngoku zaziswa+ kuni ngabo baye bavakalisa iindaba ezilungileyo kuni ngomoya oyingcwele+ owathunyelwa usuka ezulwini. Kwaneengelosi zinqwenela ukuqondela kwezi zinto.+
25 Ngelo xesha uYesu wathi: “Ndiyakudumisa esidlangalaleni, Bawo, Nkosi yezulu nomhlaba, ngenxa yokuba uzifihlile ezi zinto kwizilumko nakwiingqondi, wazityhilela iintsana.+
12 Kwatyhilwa kubo ukuba, babengazilungiseleli bona ziqu,+ kodwa babelungiselela nina, izinto eziye ngoku zaziswa+ kuni ngabo baye bavakalisa iindaba ezilungileyo kuni ngomoya oyingcwele+ owathunyelwa usuka ezulwini. Kwaneengelosi zinqwenela ukuqondela kwezi zinto.+