Isaya 1:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ndiya kukubuyisela abagwebi kwakhona njengasekuqaleni, nabacebisi bakho njengakuqala.+ Emva koko uya kubizwa ngokuba usisiXeko Sobulungisa, iDolophu Ethembekileyo.+
26 Ndiya kukubuyisela abagwebi kwakhona njengasekuqaleni, nabacebisi bakho njengakuqala.+ Emva koko uya kubizwa ngokuba usisiXeko Sobulungisa, iDolophu Ethembekileyo.+