1 Samuweli 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waza uHana wahlabela mgama ethandaza+ wathi:“Intliziyo yam iyagcoba ngoYehova,+Eneneni uphondo lwam luphakanyisiwe ngoYehova.+Umlomo wam uvuleke kakhulu nxamnye neentshaba zam,Kuba ndinemihlali ngosindiso lwakho.+ Roma 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye akuphelelanga apho, kodwa siyagcoba kuThixo ngeNkosi yethu uYesu Kristu, lowo ngoku esithe ngaye safumana uxolelaniso.+
2 Waza uHana wahlabela mgama ethandaza+ wathi:“Intliziyo yam iyagcoba ngoYehova,+Eneneni uphondo lwam luphakanyisiwe ngoYehova.+Umlomo wam uvuleke kakhulu nxamnye neentshaba zam,Kuba ndinemihlali ngosindiso lwakho.+
11 Yaye akuphelelanga apho, kodwa siyagcoba kuThixo ngeNkosi yethu uYesu Kristu, lowo ngoku esithe ngaye safumana uxolelaniso.+