2 Kumkani 19:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kwathi ngobo busuku ingelosi kaYehova yaphuma yaxabela ikhulu elinamashumi asibhozo anesihlanu lamawaka elalisenkampini+ yama-Asiriya.+ Ekuvukeni kwabo abantu ekuseni, kaloku, khangela bonke babefile bezizidumbu.+ Isaya 37:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 ‘Ngokuqinisekileyo ndiya kusikhusela+ esi sixeko ukuze ndisisindise ngenxa yam+ nangenxa kaDavide umkhonzi wam.’”+ Isaya 37:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Yaye kwaphuma ingelosi+ kaYehova yaza yaxabela ikhulu elinamashumi asibhozo anesihlanu lamawaka enkampini yama-Asiriya.+ Ekuvukeni kwabantu ekuseni, khangela, bonke babefile bezizidumbu.+
35 Kwathi ngobo busuku ingelosi kaYehova yaphuma yaxabela ikhulu elinamashumi asibhozo anesihlanu lamawaka elalisenkampini+ yama-Asiriya.+ Ekuvukeni kwabo abantu ekuseni, kaloku, khangela bonke babefile bezizidumbu.+
35 ‘Ngokuqinisekileyo ndiya kusikhusela+ esi sixeko ukuze ndisisindise ngenxa yam+ nangenxa kaDavide umkhonzi wam.’”+
36 Yaye kwaphuma ingelosi+ kaYehova yaza yaxabela ikhulu elinamashumi asibhozo anesihlanu lamawaka enkampini yama-Asiriya.+ Ekuvukeni kwabantu ekuseni, khangela, bonke babefile bezizidumbu.+