Isaya 25:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba isandla sikaYehova siya kuhlala kule ntaba,+ yaye uMowabhi uya kunyathelwa+ kule ndawo yakhe njengemfumba yeendiza inyathelwa endaweni yomgquba.+ Amosi 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ukuze badle ilifa loko kuseleyo kwaEdom,+ nazo zonke iintlanga ezibizwe ngegama lam,’+ utsho uYehova, owenza oku. Obhadiya 18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye indlu kaYakobi imele ibe ngumlilo,+ nendlu kaYosefu ibe lidangatye, ize indlu kaEsawu ibe njengeendiza;+ kwaye bamele babatshise baze babaqwenge. Yaye akuyi kubakho usindayo endlwini kaEsawu;+ kuba uYehova ukuthethile oko.
10 Kuba isandla sikaYehova siya kuhlala kule ntaba,+ yaye uMowabhi uya kunyathelwa+ kule ndawo yakhe njengemfumba yeendiza inyathelwa endaweni yomgquba.+
12 ukuze badle ilifa loko kuseleyo kwaEdom,+ nazo zonke iintlanga ezibizwe ngegama lam,’+ utsho uYehova, owenza oku.
18 Yaye indlu kaYakobi imele ibe ngumlilo,+ nendlu kaYosefu ibe lidangatye, ize indlu kaEsawu ibe njengeendiza;+ kwaye bamele babatshise baze babaqwenge. Yaye akuyi kubakho usindayo endlwini kaEsawu;+ kuba uYehova ukuthethile oko.