Levitikus 26:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Ndize ke ngenene ndiwukhumbule umnqophiso wam noYakobi;+ ndiwukhumbule nomnqophiso wam noIsake+ kwanomnqophiso wam noAbraham,+ nelizwe ndilikhumbule. Duteronomi 4:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngokuba uYehova uThixo wakho unguThixo onenceba.+ Akayi kukulahla okanye akonakalise okanye awulibale umnqophiso+ awawufungela ookhokho bakho. INdumiso 98:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ubukhumbule ububele bakhe bothando nokuthembeka kwakhe kwindlu kaSirayeli.+Zonke iziphelo zomhlaba zilubonile usindiso loThixo wethu.+
42 Ndize ke ngenene ndiwukhumbule umnqophiso wam noYakobi;+ ndiwukhumbule nomnqophiso wam noIsake+ kwanomnqophiso wam noAbraham,+ nelizwe ndilikhumbule.
31 Ngokuba uYehova uThixo wakho unguThixo onenceba.+ Akayi kukulahla okanye akonakalise okanye awulibale umnqophiso+ awawufungela ookhokho bakho.
3 Ubukhumbule ububele bakhe bothando nokuthembeka kwakhe kwindlu kaSirayeli.+Zonke iziphelo zomhlaba zilubonile usindiso loThixo wethu.+