Yeremiya 51:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Khazimlisani iintolo.+ Zalisani amakhaka abusazinge. UYehova uwuvuselele umoya wookumkani bamaMedi,+ ngenxa yokuba ingcinga yakhe inxamnye neBhabhiloni,+ ukuze ayonakalise. Kuba yimpindezelo kaYehova, impindezelo ngenxa yetempile yakhe.+ Yeremiya 51:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngcwalisani iintlanga nxamnye nayo, ookumkani belamaMedi,+ iirhuluneli zalo nawo onke amasekela-baphathi bawo nelizwe lonke lolawulo lwawo. Daniyeli 5:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Elithi PERES, lithetha ukuba ubukumkani bakho bahluliwe baza banikelwa kumaMedi namaPersi.”+ Daniyeli 8:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Inkunzi yegusha oyibonileyo ineempondo ezimbini imela ookumkani bamaMedi namaPersi.+
11 “Khazimlisani iintolo.+ Zalisani amakhaka abusazinge. UYehova uwuvuselele umoya wookumkani bamaMedi,+ ngenxa yokuba ingcinga yakhe inxamnye neBhabhiloni,+ ukuze ayonakalise. Kuba yimpindezelo kaYehova, impindezelo ngenxa yetempile yakhe.+
28 Ngcwalisani iintlanga nxamnye nayo, ookumkani belamaMedi,+ iirhuluneli zalo nawo onke amasekela-baphathi bawo nelizwe lonke lolawulo lwawo.