Yeremiya 25:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 nabo bonke ookumkani baseTire+ nabo bonke ookumkani baseSidon+ nabo bonke ookumkani besiqithi esikummandla wolwandle; Yeremiya 47:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 ngenxa yemini leyo izayo ukuza kuphanga onke amaFilisti,+ kunqunyulwe eTire+ naseSidon+ wonke osindileyo obencedisa.+ Kuba uYehova uyawaphanga amaFilisti,+ aseleyo kwisiqithi saseKafetori.+ Hezekile 26:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Yabona, ndinxamnye nawe, Tire, yaye ndiza kukunyusela iintlanga ezininzi,+ kanye njengoko ulwandle lunyusa amaza alo.+ Hezekile 27:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Wena ke, nyana womntu, phakamisela iTire isimbonono,+ Yoweli 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Ninantoni na yakwenza nam, wena Tire neSidon+ nani nonke mimandla yamaFilisti?+ Ngaba yimpatho enindinika yona njengomvuzo na? Yaye ukuba nindinika impatho enjalo, kamsinya, ngokukhawuleza ndiya kuyibuyisela impatho yenu ezintlokweni zenu.+ Amosi 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuvukela kathathu kweTire,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokunikela kwayo iqela elipheleleyo labathinjwa kuEdom, nangenxa yokuba bengazange bawukhumbule umnqophiso wabazalwana.+ Zekariya 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Khangela! UYehova uya kuyihlutha, yaye ngokuqinisekileyo umkhosi wayo wamajoni uya kuwuxabela elwandle;+ yona iya kuqwengwa ngumlilo.+
22 nabo bonke ookumkani baseTire+ nabo bonke ookumkani baseSidon+ nabo bonke ookumkani besiqithi esikummandla wolwandle;
4 ngenxa yemini leyo izayo ukuza kuphanga onke amaFilisti,+ kunqunyulwe eTire+ naseSidon+ wonke osindileyo obencedisa.+ Kuba uYehova uyawaphanga amaFilisti,+ aseleyo kwisiqithi saseKafetori.+
3 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Yabona, ndinxamnye nawe, Tire, yaye ndiza kukunyusela iintlanga ezininzi,+ kanye njengoko ulwandle lunyusa amaza alo.+
4 “Ninantoni na yakwenza nam, wena Tire neSidon+ nani nonke mimandla yamaFilisti?+ Ngaba yimpatho enindinika yona njengomvuzo na? Yaye ukuba nindinika impatho enjalo, kamsinya, ngokukhawuleza ndiya kuyibuyisela impatho yenu ezintlokweni zenu.+
9 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuvukela kathathu kweTire,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokunikela kwayo iqela elipheleleyo labathinjwa kuEdom, nangenxa yokuba bengazange bawukhumbule umnqophiso wabazalwana.+
4 Khangela! UYehova uya kuyihlutha, yaye ngokuqinisekileyo umkhosi wayo wamajoni uya kuwuxabela elwandle;+ yona iya kuqwengwa ngumlilo.+