INdumiso 137:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ntombi yaseBhabhiloni, wena uza kuphangwa,+Uya kuba noyolo lowo uya kukuvuza+Ngempatho yakho owasiphatha ngayo.+ Yeremiya 50:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Bizani abatoli nxamnye neBhabhiloni, bonke abo bagoba isaphetha.+ Misani iinkampu kuyo macala onke. Ngamana kungangabikho basindayo.+ Yibuyiseleni ngokomsebenzi wayo.+ Yenzani kuyo ngako konke ekwenzileyo.+ Kuba ikhukhumalele uYehova, Lowo Ungcwele kaSirayeli.+ Yeremiya 51:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Sabani niphume phakathi kweBhabhiloni,+ nize nisindise ngamnye umphefumlo wakhe.+ Musani ukuphulukana nobomi benu ngenxa yesiphoso sayo.+ Kuba lixesha lempindezelo kaYehova.+ Yimpatho ayibuyisela kuyo.+ Yeremiya 51:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ndiya kububuyisela eBhabhiloni nakubo bonke abemi belamaKhaledi bonke ububi ababenzileyo eZiyon phambi kwamehlo enu,”+ utsho uYehova. ISityhilelo 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yenzani kuyo njengoko nayo ngokwayo yenzayo,+ nenze kuyo ngokuphindwe kabini, ewe, liphindeni kabini inani lezinto eyazenzayo;+ kwindebe+ eyafaka kuyo umxube yifakeleni ngokuphindwe kabini+ umxube kuyo.+
8 Ntombi yaseBhabhiloni, wena uza kuphangwa,+Uya kuba noyolo lowo uya kukuvuza+Ngempatho yakho owasiphatha ngayo.+
29 “Bizani abatoli nxamnye neBhabhiloni, bonke abo bagoba isaphetha.+ Misani iinkampu kuyo macala onke. Ngamana kungangabikho basindayo.+ Yibuyiseleni ngokomsebenzi wayo.+ Yenzani kuyo ngako konke ekwenzileyo.+ Kuba ikhukhumalele uYehova, Lowo Ungcwele kaSirayeli.+
6 “Sabani niphume phakathi kweBhabhiloni,+ nize nisindise ngamnye umphefumlo wakhe.+ Musani ukuphulukana nobomi benu ngenxa yesiphoso sayo.+ Kuba lixesha lempindezelo kaYehova.+ Yimpatho ayibuyisela kuyo.+
24 Ndiya kububuyisela eBhabhiloni nakubo bonke abemi belamaKhaledi bonke ububi ababenzileyo eZiyon phambi kwamehlo enu,”+ utsho uYehova.
6 Yenzani kuyo njengoko nayo ngokwayo yenzayo,+ nenze kuyo ngokuphindwe kabini, ewe, liphindeni kabini inani lezinto eyazenzayo;+ kwindebe+ eyafaka kuyo umxube yifakeleni ngokuphindwe kabini+ umxube kuyo.+