2 Kumkani 24:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wandula ke wabukhupha bonke ubuncwane bendlu kaYehova nabo bonke ubuncwane bendlu kakumkani,+ waza wayaphula yonke impahla yegolide+ eyayenziwe nguSolomon ukumkani wakwaSirayeli etempileni kaYehova, kanye njengoko uYehova wayethethile. 2 Kronike 36:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Nezinye iimpahla zendlu+ kaYehova uNebhukadenetsare+ wazizisa eBhabhiloni waza wazibeka ebhotwe laseBhabhiloni.+ Yeremiya 28:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwisithuba seminyaka emibini epheleleyo ndiza kuyibuyisela kule ndawo yonke impahla yendlu kaYehova leyo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni+ wayithabathayo kule ndawo ukuze ayise eBhabhiloni.’” Daniyeli 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ekuhambeni kwexesha uYehova wanikela esandleni sakhe uYehoyakim ukumkani wakwaYuda+ nenxalenye yempahla+ yendlu kaTHIXO oyinyaniso, wayisa ezweni laseShinare+ endlwini yothixo wakhe; zona izitya wazisa endlwini yobuncwane bothixo wakhe.+
13 Wandula ke wabukhupha bonke ubuncwane bendlu kaYehova nabo bonke ubuncwane bendlu kakumkani,+ waza wayaphula yonke impahla yegolide+ eyayenziwe nguSolomon ukumkani wakwaSirayeli etempileni kaYehova, kanye njengoko uYehova wayethethile.
7 Nezinye iimpahla zendlu+ kaYehova uNebhukadenetsare+ wazizisa eBhabhiloni waza wazibeka ebhotwe laseBhabhiloni.+
3 Kwisithuba seminyaka emibini epheleleyo ndiza kuyibuyisela kule ndawo yonke impahla yendlu kaYehova leyo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni+ wayithabathayo kule ndawo ukuze ayise eBhabhiloni.’”
2 Ekuhambeni kwexesha uYehova wanikela esandleni sakhe uYehoyakim ukumkani wakwaYuda+ nenxalenye yempahla+ yendlu kaTHIXO oyinyaniso, wayisa ezweni laseShinare+ endlwini yothixo wakhe; zona izitya wazisa endlwini yobuncwane bothixo wakhe.+