Duteronomi 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+ Ezra 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Aba yayingoonyana bamaphondo+ abenyukayo baphuma ekubanjweni kwabantu ababethinjiwe+ abo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wayebathabathele ekuthinjweni+ eBhabhiloni nabo kamva babuyela+ eYerusalem nakwaYuda,+ ngamnye kwisixeko sakhe; Yeremiya 24:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndiza kubeka iliso labo kum ngendlela elungileyo,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubabuyisela kweli lizwe.+ Kwaye ndiza kubakha, andiyi kubachitha; ndiza kubatyala, andiyi kubancothula.+
3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+
2 Aba yayingoonyana bamaphondo+ abenyukayo baphuma ekubanjweni kwabantu ababethinjiwe+ abo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wayebathabathele ekuthinjweni+ eBhabhiloni nabo kamva babuyela+ eYerusalem nakwaYuda,+ ngamnye kwisixeko sakhe;
6 Ndiza kubeka iliso labo kum ngendlela elungileyo,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubabuyisela kweli lizwe.+ Kwaye ndiza kubakha, andiyi kubachitha; ndiza kubatyala, andiyi kubancothula.+