Hoseya 11:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Ndingakuyeka njani, Efrayim?+ Ndingakunikela njani, Sirayeli?+ Ndingathini ukukulahla njengeAdima?+ Ndingathini na ukukwenza ube njengeTsebhoyim?+ Intliziyo yam itshintshile ngaphakathi kum;+ kwangaxeshanye iimfesane zam ziyavutha.
8 “Ndingakuyeka njani, Efrayim?+ Ndingakunikela njani, Sirayeli?+ Ndingathini ukukulahla njengeAdima?+ Ndingathini na ukukwenza ube njengeTsebhoyim?+ Intliziyo yam itshintshile ngaphakathi kum;+ kwangaxeshanye iimfesane zam ziyavutha.