Genesis 18:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ikho na into emnqabeleyo uYehova?+ Ngexesha elimisiweyo ndiya kubuyela kuwe, kunyaka ozayo ngeli xesha, yaye uSara uya kuba nonyana.” Yobhi 42:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ndiyazi ukuba uyakwazi ukuzenza zonke izinto,+Yaye akukho ngcamango ingenakufikeleleka kuwe.+ Luka 1:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 ngenxa yokuba uThixo akavakalisi nto ingenakwenzeka.”+ Roma 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 yaye eyiseke ngokupheleleyo ukuba oko akuthembisileyo wayekwazi nokukwenza.+
14 Ikho na into emnqabeleyo uYehova?+ Ngexesha elimisiweyo ndiya kubuyela kuwe, kunyaka ozayo ngeli xesha, yaye uSara uya kuba nonyana.”